uTsiki ku Tsolo || inlaws || Makoti duties

258,580
9
Published 2023-10-11
Music: Call me
Musician: LiQWYD

All Comments (21)
  • @user-vr9fe8sx2j
    Wena my❤ no Malusi niyi match made in heaven God bless you guys
  • @MrsAmyoliMntwana
    This will be me in 2 months and I have been trying to find videos of what actually happens because I want to mentally prepare myself. I haven't seen anything as detailed as this. Thank you so much for this.
  • @Cazza321
    This is sooo... beautiful ngingumZulu and im so taken up the way isintu sigcinwa kahle kwa Xhosa im proud of you guys Umuntu ngumuntu ngabantu ,The whole ceremony was toptier Well done cc may God bless you abundantly❤❤❤ all the way from England🇬🇧🇬🇧🇬🇧🇬🇧🇬🇧
  • OMG this must have been soooo emotional 😭 phela bak'shiya ngempela manje😭😭 yoh kodwa this is so beautiful!! 💓
  • @amandasinto7651
    Oh this is beautiful makoti wakuthi❤❤❤🎉🎉🎉🎉amaRhudulu afumene🎉🎉🎉
  • Makoti ndlela endikuthanda ngayo andizenzi,futhi konke ekuthethwe kuwe ukuvile. Awulovila likamakoti ,isimilo sokwazi ukumelana ne family engaka ,kuchaza nje kakuhle ukuba ubuya emzini owaziyo umthetho. Nkulu family yaku lo Malusi ungayohluli. Umhle kodwa umakoti wakwa Xhosa yhoo ngekhe hlale umazi umntu kotiza ❤❤🎉🎉🎉
  • @Wushe2012
    This is lovely🎉, wamnkelekile kwa Nxuba makoti..!!!
  • @Bee_batie
    Oooh wathetha kamnandi umama wombhaco omhlophe kwaba bakowenu🥹 "ungumtana nawe, zebakutotose bakubonise kwenziwa njani, bakukhuze xa wonile" this cuts deep sana ngoba yeey into ezenziwa ebantwaneni babantu kweminye imizi.. Congratulations ke Mankwali may God bless your union noNxuba❤
  • @nathinasakhela6979
    Hayi jonga ungowukuqaka ngqa usibonisa utsiki ngalendlela entle kangaka abanye bayiyi roba thank you so much for that i have liked and subscribed ❤❤❤❤
  • Awuu lavakala kamandi elavumba lalamguyo wamaMpondomse....ndiyazidla ngokuba lilo damn!!
  • Nkosi mtshakazi ngokusikhumbuza mvelaphi yethu singabafazi , uncede ngayityisi team - thandaze cc ongendawo yalwa nemitshato , Ungathandi kuthandwa emzini , bonakele banjalo kkl ndithande umama otsho kanjalo , Hlonela , Hlonipha , Hluza and God bless you abundantly ❤❤
  • @WindyMlumbi
    Congratulations tshomi❤❤❤ nyamezele kunzima emzini njengoba etsho umamazala
  • Wooo this is so beautiful makoti congratulations 🎉🎉🎉🎉 happy for you so big celebration 🎉 🎉 🎉
  • Wow ! Congraaa makoti , your marriage is blessed . I started here as well . Ndatshata ndimncinci but still married . With God on your side really izakuhambeka le ndlela. Uhlale umhle unjalo 🎉❤
  • @gcobisaqezu4973
    Akasemhle uKoti ❤❤ndiyafika ke kulomzi wakho sthandwa bendizijikelezela ndathi gqi ngawe ndakuthanda , ndisezokujonga more videos
  • @khanyabeja5602
    Halala halala🎉🎉🎉..uTsolo yidolophu...ndiyazidla ngabafana bakuTsolo niyakwazi ukhetha bantase❤❤❤...
  • @user-qc7py1gc8f
    One thing about ii'chomie zizokuveza emzini😂😂I love them kodwa😂❤The energy they gave was priceless 😍
  • Shout out to the photographer, 👌 You looked amazing ❤ What a beautiful, insightful vlog. Thank you for sharing your personal life with us❤